Isolezwe Xhosa

Publisher:
NewsBank

Publisher

Latest documents

  • Ababezenza amapolisa baphanga usapho, baqhotsa batya inyama yabo!

    Abantu ababezenza amapolisa benxibe iimpahla zamapolisa kuthiwa baphanga iifowuni nemoto usapho lwaseMason’s Mill eMgungundlovu KwaZulu-Natal, bagqogqa nefriji yalo, baqhotsa batya inyama yalo logama amaxhoba ebanjwe kwigumbi phantse iiyure ezintlanu.

  • I-ANC iza kubhena emva kwesinye isicelo esingaphumelelanga

    Umbutho weAfrican National Congress (ANC) awuzange uphumelele kwiphulo lokuthintela umbutho woMkhonto weSizwe (MK Party) ekusebenziseni igama kunye nephawu eyayanyaniswa nephiko lawo langaphambili lomkhosi.

  • Bathathu ababhubhileyo ngenxa yezinyoka!

    Bathathu abantu abaphulukene nobomi babo kummandla waseGqeberha ngenxa yombane okokotelwa ngomgunyathi, eso sithathu ngamabhinqa amabini aphakathi kwama18 ukuya kuma24 eminyaka ubudala ababhubileyo kwakunye nendoda enama26 etshowukhwe ngumbane isazikokotelela kwikhaya lalo eliseGreenbushes.

  • Kuvulwe isikolo esixabisa iR106-million KwaMaxhama

    NgoLwesine, umhla we18 kuTshazimpuzi ka2024, iCoega kunye neNkulumbuso yaseMpuma Koloni uLubabalo Oscar Mabuyane noMphathiswa wezeMfundo ephondweni, uFundile Gade, banikezela ngokusesikweni isikolo samabanga aphakamileyo iTyali esixabisa ngaphezu kwekhulu lezigidi zeerandi (R106 million) KwaMaxhama, kuCentane, eMpuma Koloni.

  • Ubusuku nje obunye noVusi Nova eMonti

    Abathandi, abalandeli kwanabaxhasi bakaVusi Nova nosele ngoku esaziwa ngelikaSnova igama, baza kuba nenyhweba yokujuxuza naye bagudlane amagxa naye eThe Venue eHemingways eMonti, kwiveki ezayo kutyelelo lwakhe olubizwa ngokuba yi-‘One Night Only with Vusi Nova and Friends.’

  • Inkqubo yezakhono yeR1,9-billion eMpuma Koloni!

    UMphathiswa weMisebenzi, uThulas Nxesi, uphehlelele inkqubo yokuxhobisa ulutsha ngezakhono ekuthiwa yiLabour Activation Programme ngoLwesihlanu weveki ephelileyo eMonti. Yimali eyiR1,9-billion eza kuchakwa kwiinkampani ezingamashumi amabini anesithathu (23) ezinikwe uxanduva lokuxakathiswa ulutsha lweMpuma Koloni ngezakho ezahlukeneyo.

  • Iprojekthi yokwenziwa kwefenitshala KwaZulu-Natal

    Iprojekthi yokwenziwa kwefenitshala, iFurniture Manufacturing Learnership, eqhutywa kwiphondo iyinxalenye yesicwangciso se-EPWP esijolise ekuqinisekiseni ukuba ubomi babathathi-nxaxheba buyaqhubeka bukhula nasemva kokuqeshwa kwabo okwethutyana kwiiprojekthi ze-EPWP.

  • ISebe loKhuseleko loLuntu lityala imali kulutsha ukwakha uluntu olukhuselekileyo

    ISebe loKhuseleko loLuntu eGauteng lize nephulo lokuseka iiprojekthi zezakhiwo zeeofisi ezincinci kwiindawo ezikude nezikhululo zamapolisa. Injongo yale projekthi kukuzisa iinkonzo zokhuseleko eluntwini nokubonelela ngezinye iinkonzo eziphantsi komyalelo weSebe loKhuseleko loLuntu.

  • Abantu abatsha baqeqeshelwe ukwenza ubucwebe eLimpopo

    Isebe elijongene nolwakhiwo lweziseko zoluntu kwiphondo laseLimpopo libambisene neSEDA liqeqeshe ulutsha ukuze lukwazi ukwenza ubucwebe obufana namanatsheyini nemisesane.

  • AbeCWP kuMasipala waseSol Plaatje bafumene uqeqesho kwimveliso yezityalo

    Bebonke ngama25 abathathi-nxaxheba beNkqubo yeMisebenzi yoLuntu (CWP) kuMasipala weNgingqi waseSol Plaatje eKimberley eMntla Koloni abathe baqeqeshwa kutshanje kwiMveliso yeZityalo baza bafumana isatifiketi seNQF Level 2.

Featured documents

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT