Ababezenza amapolisa baphanga usapho, baqhotsa batya inyama yabo!

Published date25 April 2024
AuthorXolile Mtembu
Publication titleIsolezwe Xhosa
Ngokutsho kweThe Witness, oku kwenzeka ngobusuku bangoLwesihlanu, umhla we12 kuEpreli, xa olu sapho lusiva umntu enkqonkqoza emnyango. Xa bevula umnyango, kwakukho abantu abahlanu abathi bangamapolisa xa bezazisa

Abenzi bobubi yayingamadoda amane nowasetyhini omnye. Kutyholwa ukuba bebexhobe ngemipu, omnye enxibe ivest yokuthintela iimbumbulu ebhalwe igama elithi amapolisa.

“Omnye wabenzi bobubi wathatha umama wamsa kuwo onke amagumbi ekhangela imali nompu, ngoxa abanye babesigadile kwigumbi elinye. Bafumana iR7500 kuphela. Kwakungekho mpu endlini. Indlela le bebekhululeke ngayo bade bazenzela nokusiwa ngaphantsi...

To continue reading

Request your trial

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT