Iprojekthi yokwenziwa kwefenitshala KwaZulu-Natal

Published date24 April 2024
Publication titleIsolezwe Xhosa
Bebonke ngabathathi-nxaxheba abali17 bakhethwa ukuba baqalise inkqubo yokufunda yeenyanga ezili12 equka uqeqesho lwethiyori kunye nolwepraktikhali. Inkqubo yokufunda ecwangcisiweyo ineekhosi ezili17 eziziikhredithi ezili125 zizonke kwaye zapasiswa yiFP&M SETA kwinqanaba lemfundo eyiNQF level 2

Uqeqesho lwalubandakanya iindlela ezahlukeneyo zobuchule bokwenza ifenitshala ezibandakanya izinto ezisetyenziselwa ukwenza isigqubuthelo esithambileyo sefenitshala, ukwakha kunye nokumisa iindidi ezahlukeneyo zefenitshala kunye nokutolika imizobo yokwakha enxulumene nokwenza ifenitshala.

Abathathi-nxaxheba baqhayisa ngobuchule bokusebenzisa izixhobo zomatshini ophathwayo wezandla ezinokuvelisa iimveliso zokhuni kunye neentsimbi kwifenitshala.

ISebe leMisebenzi yoLuntu KwaZulu-Natal lihlanganise aba bachaphazelekayo balandelayo ukuba bathathe inxaxheba ekuqinisekiseni ukuba abathathi-nxaxheba kule nkqubo bazuza ubomi obuzinzileyo...

To continue reading

Request your trial

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT