ISebe loKhuseleko loLuntu lityala imali kulutsha ukwakha uluntu olukhuselekileyo

Published date24 April 2024
Publication titleIsolezwe Xhosa
EOrange Farm, le projekthi ebizwa ngokuba yiKiosk Project isebenza ngaphandle nje kwesikhululo samapolisa apho idlala indima ebalulekileyo ekunciphiseni ukulinda ixesha elide kwisikhululo samapolisa ingakumbi ukulindela iinkonzo ezifana neziqinisekiso, ulwaphulo-mthetho olungephi kunye nokujongana nezikhalazo ngamapolisa. Abameli boKhuseleko abangabathathi-nxaxheba be-EPWP bafakwe kwezi Kiosks kwaye imisebenzi yabo ibandakanya

Ukunceda uluntu kulwaphulo-mthetho olungephi kunye nezikhalazo zamapolisa.

Ukujongana namatyala aphathelele abantu abatsha abakwingxabano neentsapho zabo.

Ukunyanzelisa imiyalelo yokhuseleko – lo msebenzi wenziwa ngoncedo lwamaqela eebhayisekile ancedisa ekuqokeleleni abantu ekumele ukuba basayine imiyalelo...

To continue reading

Request your trial

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT