I-ANC iza kubhena emva kwesinye isicelo esingaphumelelanga

Published date25 April 2024
AuthorCwayita Nondula cwayita.nondula@acm.co.za
Publication titleIsolezwe Xhosa
Umbutho weANC uye enkundleni ukuba unqande owayesakuba nguMongameli wawo, uJacob Zuma, ekusebenziseni igama nophawu, ngelithi lilifa labo lembali

Ngelixa umbutho weMK Party ubuphikisa ngelithi iANC ayinasihlahla kulo mba.

Ekuseni namhlanje, ngoMvulo, iNkundla ePhakamileyo yaseThekwini iye yakhetha icala leMK Party kwisigwebo sayo kulo mba. Oku kuthetha ukuba iANC iphinde ayaphumelela enkundleni kwityala ngakwiMK Party.

INkundla ePhakamileyo yaseThekwini iyichithile inzame yeANC yokunqanda umbutho kaZuma ukuba ubizwe ngokuba nguMkhonto weSizwe, neligama leqela lephiko layo lomkhosi ngexesha localucalulo.

Inkokeli yethutyana yeMK Party, uJabulani Khumalo, uthi bangqinelwe ukuba abanatyala. “Namhlanje sonwabe kakhulu kwaye sifuna ihlabathi lonke lazi ukuba siphumelele kwaye iANC ibethwe ngezabhokhwe kwaye bayayazi.

Kwinyanga ephelileyo, iANC ayizange iphumelele kwiphulo lokuba...

To continue reading

Request your trial

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT