Kuxhwilwe indoda yaseTshayina eGqeberha

Published date18 April 2024
AuthorCwayita Nondula cwayita.nondula@acm.co.za
Publication titleIsolezwe Xhosa
Iingxelo zithi malunga nentsimbi ye17:40, uLu Xiao, waphuma apho asebenza khona kudederhu lweevenkile eTinarha

“Uye wamisa imoto yakhe eluhlobo lweMinibus emhlophe iVW Crafter ukuze avale isango emva kwakhe. Kulapho amadoda amabini angaziwayo aphuma kwimoto ebebekhwele kuyo amnyanzela ukuba akhwele kwimoto yohlobo lweveni emhlophe yeIsuzu Double Cab bemka. Imoto yakhe yaqhutywa ngomnye umrhanelwa,” sitshilo isithethi samapolisa uColonel Priscilla Naidu.

Isizathu sokuxhwilwa kwalo mmi waseTshayina asikacaci. Uphando...

To continue reading

Request your trial

VLEX uses login cookies to provide you with a better browsing experience. If you click on 'Accept' or continue browsing this site we consider that you accept our cookie policy. ACCEPT